1
UZAKARIYA 4:6
IBHAYIBHILE
XHO96
Ke sona sathi kum: “Eli lilizwi *likaNdikhoyo kuZerubhabheli: ‘Akungabukroti, kungengawo namandla, kodwa kungoMoya wam kuphela,’ utsho uNdikhoyo onamandla onke.
താരതമ്യം
UZAKARIYA 4:6 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
2
UZAKARIYA 4:10
Ngubani owudelelayo umhla ongenaziganeko zingako? Kambe baya kuvuya bakubona uZerubhabheli ephethe isixhobo sokulungelelanisa. Ezi zibane zisixhenxe ngamehlo kaNdikhoyo ajonga ihlabathi lonke jikelele. ”
UZAKARIYA 4:10 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
3
UZAKARIYA 4:9
“Izandla zikaZerubhabheli zisibekile isiseko sendlu kaThixo; ikwazizandla zakhe eziya kuyiphetha. Nawe uya kutsho uqonde ukuba uNdikhoyo onamandla onke nguye ondithumileyo kuwe.
UZAKARIYA 4:9 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക