1
UMATEWU 22:37-39
IBHAYIBHILE
XHO96
Waza uYesu wathi: “ ‘Uze uyithande iNkosi uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela, nangomphefumlo wakho uphela, nangengqondo yakho iphela.’ Nguwo lowo owokuqala nomkhulu umthetho. Owesibini ke ufana nawo: ‘Uze umthande ummelwane wakho kanye ngale ndlela uzithanda ngayo nawe.’
താരതമ്യം
UMATEWU 22:37-39 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
2
UMATEWU 22:40
Wonke umthetho kaMosis nako konke okufundiswa ngabashumayeli bamandulo kuxhomekeke kule miyalelo mibini.”
UMATEWU 22:40 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
3
UMATEWU 22:14
Kaloku baninzi abamenyiweyo, kodwa bambalwa abanyuliweyo.”
UMATEWU 22:14 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
4
UMATEWU 22:30
Kaloku xa abafileyo bathe babuya bavuka àbazeki, àbendiswa; banjengezithunywa ezisezulwini.
UMATEWU 22:30 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
5
UMATEWU 22:19-21
Ndiboniseni imali ekurhafwa ngayo.” Bayizisa ke, waza wathi kubo: “Ngokabani lo mfanekiso neli gama?” Bathi kuye: “NgokaKhesare.” Waza uYesu wathi kubo: “Ke, nikani uKhesare okufanele uKhesare, ninike uThixo okufanele uThixo.”
UMATEWU 22:19-21 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക