Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 12:20

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 12:20 XHO1902A

Ngako xeshekweni utshaba lwako lulambayo, lufunzele; xeshekweni lunxanwayo, luseze: ngokuba usenje njalo uya kufumba amalahle omlilo pezu kwentloko yalo.

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 12:20 동영상

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 12:20: 관련 무료 묵상 계획