Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:11-13

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:11-13 XHO1902A

Ngokuba isiba̔lo sisiti: Osukuba ekolwa kuye akayi kudaniswa. Ngokuba kungeko ukwahluka pakati kwom‐Juda nom‐Girike; ngokuba ikwa nye INKOSI yabo bonke, ibutyebi ngakubo bonke ababizayo kuyo: ngokuba bonke abasukuba bebiza egameni LIKAYEHOVA beya kusindiswa.

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:11-13 동영상

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:11-13: 관련 무료 묵상 계획