Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 1:22-23

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 1:22-23 XHO1902A

Besitsho ukuti bangabalumkileyo baba zizidenge, bati ubungcwalisa bake UTIXO ongonakaliyo babuguqulela umfanekiso ofana nomntu owonakalayo, nentaka, nezilo ezinyawo zine, nezinto ezinambuzelayo.

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 1:22-23: 관련 무료 묵상 계획