Ivangeli ka‐Mateyu 7:3-4

Ivangeli ka‐Mateyu 7:3-4 XHO1902A

Kuyinina ukuba ukangela icetyana elisesweni lomzalwana wako, kodwa umqadi osesweni lako akuwunakani? Woti nina nokuti kumzalwana wako: Vuma ndiliku̔pe icetyana esweni lako; kanti nangu umqadi kwelako iliso?

Ivangeli ka‐Mateyu 7:3-4: 관련 무료 묵상 계획