Ivangeli ka‐Mateyu 22:19-21

Ivangeli ka‐Mateyu 22:19-21 XHO1902A

ndiboniseni iqosha lomnikelo. Bamzisela idenari ke. Waza wati kubo: Ngokabanina lomfanekiso nesiba̔lwa? Bati kuye: Ngoka‐Kesare. Wandula wati kubo: Nikelani ngoko izinto zika‐Kesare kuye u‐Kesare, nezinto ZIKATIXO kuye UTIXO.

Ivangeli ka‐Mateyu 22:19-21: 관련 무료 묵상 계획