Ivangeli ka‐Luke 9:48

Ivangeli ka‐Luke 9:48 XHO1902A

waza wati kubo: Osukuba esamkela lomntwana egameni lam, uyamkela mna; nosukuba esamkela mna, uyamkela lowo wanditumayo: ngokuba lowo umncinane kwabanye pakati kwenu nonke, nguye oya kuba mkulu.

Ivangeli ka‐Luke 9:48: 관련 무료 묵상 계획