Ivangeli ka‐Johane 6:27

Ivangeli ka‐Johane 6:27 XHO1902A

Ningasebenzeli okokutya okutshabalalayo, koko sebenzelani okokutya okuhlalayo kude kube bubomi obungunapakade, eniya kupiwa kona ngunyana wesintu: ngokuba lo UYISE wamncamatiselayo, kwa UTIXO.

Ivangeli ka‐Johane 6:27: 관련 무료 묵상 계획