Izenzo zabapostile 5:38-39

Izenzo zabapostile 5:38-39 XHO1902A

Nokwakaloku nje nditi kuni: Gwegwedani kubo ababantu, nibayeke; ngokuba eliqinga umhlaumbi lomsebenzi ukuba uti ube ngowabantu, uya kutshatyalaliswa; kodwa ukuba ungo KATIXO, aningewutshabalalise, hleze nike nifunyanwe nisilwa kwa NOTIXO.

Izenzo zabapostile 5:38-39: 관련 무료 묵상 계획