KWABASEROMA 3:4

KWABASEROMA 3:4 XHO75

Nakanye! UThixo yena makabe nenyaniso, bonke abantu ke babe ngamaxoki; njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Ukuze ube nokugwetyelwa emazwini akho, Wèyise ekumangalelweni kwakho. ()

KWABASEROMA 3:4: 관련 무료 묵상 계획