KWABASE-EFESE 1:4-5

KWABASE-EFESE 1:4-5 XHO75

njengokuba wathi, ngaphambi kokusekwa kwehlabathi, wasinyulela kuye, ukuba sibe ngcwele, singabi nasiphako phambi kwakhe; othe ngokusithanda wasimisela ngenxa engaphambili, ukuba senziwe oonyana kuye ngokwakhe ngoYesu Kristu, ngokwenkolelo yokuthanda kwakhe

KWABASE-EFESE 1:4-5: 관련 무료 묵상 계획