IZENZO 2:44-45

IZENZO 2:44-45 XHO75

Bonke ke ababekholwa babendawonye, benobudlelane ngeento zonke. Baye bethengisa nangemihlaba nangempahla yabo, babele bonke, njengoko ebethi ubani aswele ngako.

IZENZO 2:44-45: 관련 무료 묵상 계획