KWABASEKORINTE II 5:15-16

KWABASEKORINTE II 5:15-16 XHO75

wabafela ke bonke, ukuze abo badla ubomi bangabi sazidlela ubomi, babudlele owafayo wavuka ngenxa yabo. Ngoko ke thina, sisusela kweli xesha, asisazi namanye ngokwenyama; nokuba ke besimazi uKristu ngokwenyama, kungoku asisamazi ngokwenyama.

KWABASEKORINTE II 5:15-16: 관련 무료 묵상 계획