1
U‐Tsefaniya 1:18
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Kanjako isilivere yabo, negolide yabo, iya kukohlwa ukubahlangula ngomhla womsindo KAYEHOVA; kodwa ilizwe lonke liya kudliwa ngumlilo wekwele lake; ngokuba ukugqitywa okwalamileyo kanye eya kukwenzela bonke abemi belizwe.
비교
U‐Tsefaniya 1:18 살펴보기
2
U‐Tsefaniya 1:14
Umhla omkulu KAYEHOVA ukufupi; ukufupi, uyakauleza kakulu; intlokoma yomhla KAYEHOVA: iṙoti lokala apo ngento ebuṙaṙa.
U‐Tsefaniya 1:14 살펴보기
3
U‐Tsefaniya 1:7
Yiti tu ebusweni BENKOSI e NGUYEHOVA, ngokuba umhla KAYEHOVA ukufupi; ngokuba UYEHOVA elungisile umbingo, ubahlule abamenyiweyo bake.
U‐Tsefaniya 1:7 살펴보기