1
U‐Zekariya 2:5
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Ndandiya kuba ludonga lwomlilo kuyo, utsho UYEHOVA, ngento engqongayo; ndoba bubungewalisa pakati kwayo kanjalo.
비교
U‐Zekariya 2:5 살펴보기
2
U‐Zekariya 2:10
Cula uvuye, ntombi yase‐Ziyone! ngokuba, bona ke, ndisiza, ndandiya kuhlala pakati kwako, utsho UYEHOVA.
U‐Zekariya 2:10 살펴보기