1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 15:13
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Wanga ke UTIXO wetemba anganizalisa ngalo lwonke uvuyo noxolo ekukolweni, nize nikolise ukwanda etembeni, ngamandla OMOYA OYINGCWELE.
비교
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 15:13 살펴보기
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 15:4
Ngokuba konke okube kuba̔liwe pambili bekuba̔lelwe okwetu ukufundiswa, ukuze siti ngawo umonde nolwonwabiso lweziba̔lo sibe netemba.
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 15:4 살펴보기
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 15:5-6
Wanga ke UTIXO womonde nolwonwabiso anganinika okokuba nibe nokuvumelana omnye nomnye njengokuka‐Kristu Yesu: ukuze kwa ngentliziyo nye niti ngomlomo mnye nimdumise yena UTIXO noyise WENKOSI yetu u‐Yesu Kristu.
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 15:5-6 살펴보기
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 15:7
Ngako oko yamkelanani, njengokuba no‐Kristu wasamkela tina, kube kukudunyiswa KUKATIXO.
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 15:7 살펴보기
5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 15:2
Masiti sonke ngabanye sikolise abamelwane betu ngoko kubalungele kube kukumiswa.
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 15:2 살펴보기