1
U‐Mika 7:18
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Ngubanina ONGUTIXO njengawe, oxolela inkohlakalo, odlula ekwoneni kwesisalela selifa lake? akabambi ingqumbo yake kude kube ngunapakade, ngokuba etanda ububele yena.
비교
U‐Mika 7:18 살펴보기
2
U‐Mika 7:7
Mna kodwa ndiya kukangela KUYEHOVA; ndiya kumlinda UTIXO wosindiswa lwam; woti UTIXO wam andive.
U‐Mika 7:7 살펴보기
3
U‐Mika 7:19
Wobuya abe nenceba kuti; uya kuzeyisa inkohlakalo zetu; ewe, zonke izono zabo woziposela ezinzulwini zolwandle wena.
U‐Mika 7:19 살펴보기