1
Ivangeli ka‐Mateyu 23:11
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Omkulu pakati kwenu makabe ngumkonzi wenu.
비교
Ivangeli ka‐Mateyu 23:11 살펴보기
2
Ivangeli ka‐Mateyu 23:12
Oya kuzipakamisa, uya kutotywa; noya kuzitoba, uya kupakanyiswa.
Ivangeli ka‐Mateyu 23:12 살펴보기
3
Ivangeli ka‐Mateyu 23:23
Kwoba nzima kuni, baba̔li nabafarisi, zihanahanisi! ukuba ninika izishumi zetyeleba, nezedile, nezekumine, kanti niziyekile indawo ezinkulu zomteto, ubugwebo, nobubele, nokolo: bekufanele ezi ukuba zenzwe, neziya ukuba zingayekwa.
Ivangeli ka‐Mateyu 23:23 살펴보기
4
Ivangeli ka‐Mateyu 23:25
Kwoba nzima kuni, baba̔li nabafarisi, zihanahanisi! ukuba nihlambulula indebe nesitya ngapandle, kanti ngapakati zizele bubupanga nobuncwangu.
Ivangeli ka‐Mateyu 23:25 살펴보기
5
Ivangeli ka‐Mateyu 23:37
Yerusaleme, Yerusaleme, ebabulalayo abaprofite, ebagibisela ngamatye abo batunyiweyo kuyo! kufuti kangakananina ebendifuna ukulubutela ndawonye usapo lwako, njengokuba inkukukazi iwabutela ndawonye amatole ayo ngapantsi kwamapiko, anavuma ke!
Ivangeli ka‐Mateyu 23:37 살펴보기
6
Ivangeli ka‐Mateyu 23:28
Kwa njalo nani niti ngapandle ke nibonakale ebantwini nilungile, kodwa ngapakati nizele luhanahaniso nakokungalungileyo.
Ivangeli ka‐Mateyu 23:28 살펴보기