YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

Ivangeli ka‐Mateyu 20 - 인기 성경 구절

1

Ivangeli ka‐Mateyu 20:26-28

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kodwa akuyi kuba njalo pakati kwenu; koko osukuba efuna ukuba mkulu pakati kwenu, makabe ngumkonzi wenu; nosukuba efuna ukuba ngowokuqala pakati kwenu, makabe sisicaka senu: njengokuba unyana wesintu ebengezanga ukuza kukonzwa, koko weza ukukonza, nokunika ubomi bake bube yintlaulelo yabaninzi.

비교

Ivangeli ka‐Mateyu 20:26-28 살펴보기

2

Ivangeli ka‐Mateyu 20:16

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kwa njalo ke abokugqibela boba ngabokuqala, nabokuqala boba ngabokugqibela; ngokuba bebaninzi ababiziweyo, koko bebancinane abaqashiweyo.

비교

Ivangeli ka‐Mateyu 20:16 살펴보기

3

Ivangeli ka‐Mateyu 20:34

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Wabetwa lusizi ke u‐Yesu, wacu̔kumisa amehlo azo; ati kwa oko aba nokubona amehlo azo, zamlandela ke.

비교

Ivangeli ka‐Mateyu 20:34 살펴보기

Ivangeli ka‐Mateyu 20: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트