1
Ivangeli ka‐Mateyu 18:20
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Ngokuba apo bahlanganisene kona ababini umhlaumbi abatatu egameni lam, ndiko kwa kona pakati kwabo.
비교
Ivangeli ka‐Mateyu 18:20 살펴보기
2
Ivangeli ka‐Mateyu 18:19
Kanjako nditi kuni: Ukuba ababini kuni baya kuvumelana emhlabeni apa ngayo enye indawo basukuba becela yona, iya kwenzelwa bona NGUBAWO osezulwini.
Ivangeli ka‐Mateyu 18:19 살펴보기
3
Ivangeli ka‐Mateyu 18:2-3
Waza u‐Yesu wabiza umntwana, wammisa pakati kwabo, watsho ukuti: Ngokwenene nditi kuni: Xeshekweni ningaguqulwanga naba njengabo abantwana, anisayi kuza ningene ebukumkanini bezulu.
Ivangeli ka‐Mateyu 18:2-3 살펴보기
4
Ivangeli ka‐Mateyu 18:4
Ngako osukuba ezitoba njengomntwana lo, nguye lowo omkulu kwabanye ebukumkanini bezulu.
Ivangeli ka‐Mateyu 18:4 살펴보기
5
Ivangeli ka‐Mateyu 18:5
Kanjalo osukuba esamkela umntwana onje emnye egameni lam, uyamkela mna
Ivangeli ka‐Mateyu 18:5 살펴보기
6
Ivangeli ka‐Mateyu 18:18
Ngokwenene nditi kuni: Into enisukuba nizinxiba emhlabeni, ziya kunxitywa ezulwini; nento enisukuba nizikulula emhlabeni, ziya kukululwa ezulwini.
Ivangeli ka‐Mateyu 18:18 살펴보기
7
Ivangeli ka‐Mateyu 18:35
Kwa nje ke NOBAWO wasezulwini uya kwenje njalo kuni, ukuba abazalwana benu anibaxoleli nonke ngabanye ngentliziyo zenu iziposo zabo.
Ivangeli ka‐Mateyu 18:35 살펴보기
8
Ivangeli ka‐Mateyu 18:6
kodwa osukuba exakanisa omnye waba bancinane abakolwayo kum, kulungele yena ngakumbi, ukuba ilitye lapezulu lokusila lixo̔nyelwe entanyeni yake, aze antywiliswe enzulwini yolwandle.
Ivangeli ka‐Mateyu 18:6 살펴보기
9
Ivangeli ka‐Mateyu 18:12
Niti nina ke? Ukuba umntu uba nekulu legusha, ize ilahleke enye kuzo; akati na azishiye ezimashumi alitoba enesitoba, ahambe aye ezintabeni, ayifune leyo ilahlekayo?
Ivangeli ka‐Mateyu 18:12 살펴보기