YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

Ivangeli ka‐Mateyu 1 - 인기 성경 구절

1

Ivangeli ka‐Mateyu 1:21

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Wozala unyana ke, wauya kubiza igama lake ngo— YESU; ngokuba yena eya kusindisa abantu bake ezonweni zabo.

비교

Ivangeli ka‐Mateyu 1:21 살펴보기

2

Ivangeli ka‐Mateyu 1:23

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Bona ke, intombi iya kumita, izale unyana, babeya kumbiza ngegama elingu‐Yimanuweli, oko kukuti ngokukunyushwa, UTIXO enati.)

비교

Ivangeli ka‐Mateyu 1:23 살펴보기

3

Ivangeli ka‐Mateyu 1:20

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kodwa esacinga ezizinto, bona ke, ingelosi YENKOSI yabonakala kuye epupeni, isiti: Josefe, nyana ka‐Davide! ungoyiki ukutabatela kuwe u‐Mariya umfazi wako; ngokuba oko kukaulweyo pakati kwake KUNGOMOYA OYINGCWELE.

비교

Ivangeli ka‐Mateyu 1:20 살펴보기

4

Ivangeli ka‐Mateyu 1:18-19

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

KEKALOKU ukuzalwa kuka‐Yesu Kristu kwaye kungoku: ukuba unina wake u‐Mariya exanyelwe u‐Josefe nje, bengekahlangani, wafunyanwa emiti NGOMOYA OYINGCWELE. Waza u‐Josefe, indoda yake, engolungileyo nje, kanti engatandi ukumhlazisa ekuhleni, wafuna ukumlahla ngasese.

비교

Ivangeli ka‐Mateyu 1:18-19 살펴보기

Ivangeli ka‐Mateyu 1: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트