YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

U‐Malaki 1 - 인기 성경 구절

1

U‐Malaki 1:6

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ongunyana uyambeka uyise, nosisicaka inkosi yake: ukuba ke ndinguyise, kupina ukubekwa kwam? nokuba ndiyinkosi, kupina ukwoyikwa kwam? utsho UYEHOVA wemikosi kuni, baperisite, abadelayo igama lam! Niti noko: Igama lako silidelile ngokuyinina?

비교

U‐Malaki 1:6 살펴보기

2

U‐Malaki 1:11

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Koko kwa sekupumeni kwelanga kude kube sekutshoneni kwalo, loba likulu igama lam pakati kwezizwe; nakuzo zonke indawo isiqu̔miso siya kunikelwa kwigama lam nomnikelo wokudla ococekileyo: ngokuba igama lam liya kuba likulu pakati kwezizwe, utsho UYEHOVA wemikosi.

비교

U‐Malaki 1:11 살펴보기

U‐Malaki 1: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트