1
Ivangeli ka‐Johane 3:16
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Ngokuba UTIXO walitanda ilizwe kangaka, wada wanika unyana wake okupela kwozelweyo, ukuze osukuba ekolwa kuye angabubi, koko abe nobomi obungunapakade.
비교
Ivangeli ka‐Johane 3:16 살펴보기
2
Ivangeli ka‐Johane 3:17
Ngokuba UTIXO engatumanga unyana wake elizweni, ukuze aligwebe ilizwe; koko wamtuma ukuze ilizwe lisindiswe ngaye.
Ivangeli ka‐Johane 3:17 살펴보기
3
Ivangeli ka‐Johane 3:3
Wapendula u‐Yesu wati kuye: Ngokwenene, ngokwenene, nditi kuwe: Xeshekweni umntu angazalwanga ngokutsha, akangebone ubukumkani BUKATIXO.
Ivangeli ka‐Johane 3:3 살펴보기
4
Ivangeli ka‐Johane 3:18
Okolwayo kuye akanakugwetywa; kodwa ongakolwayo usel’ egwetyiwe, ngokokuba engakolwanga egameni lonyana okupela kwozelweyo KATIXO.
Ivangeli ka‐Johane 3:18 살펴보기
5
Ivangeli ka‐Johane 3:19
Kuko oku ke okugwebayo, ukuba ukukanya kungenile elizweni, kanti abantu babutanda ubumnyama ngapezu kwako ukukanya; ngokuba imisebenzi yabo ibikohlakele.
Ivangeli ka‐Johane 3:19 살펴보기
6
Ivangeli ka‐Johane 3:30
Ufanele yena ukwanda, kodwa ndifanele mna ukuncipa.
Ivangeli ka‐Johane 3:30 살펴보기
7
Ivangeli ka‐Johane 3:20
Ngokuba lowo usukuba ekwenza okubi ekutiya ukukanya, engezi ekukanyeni kanjako, ukuze imisebenzi yake ingohlwaywa.
Ivangeli ka‐Johane 3:20 살펴보기
8
Ivangeli ka‐Johane 3:36
Okolwayo KUNYANA, unobomi obungunapakade; kodwa lowo ungakolwayo KUNYANA, akayi kubona ubomi, koko ingqumbo KATIXO ihlala pezu kwake.
Ivangeli ka‐Johane 3:36 살펴보기
9
Ivangeli ka‐Johane 3:14
Nanjengokuba u‐Mosesi wapakamisa inyoka entlango, kwa njalo ufanele ukupakanyiswa unyana wesintu
Ivangeli ka‐Johane 3:14 살펴보기
10
Ivangeli ka‐Johane 3:35
UYISE uyamtanda UNYANA, nento zonke uzinikele esandleni sake.
Ivangeli ka‐Johane 3:35 살펴보기
홈
성경
묵상
동영상