YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

Izenzo zabapostile 9 - 인기 성경 구절

1

Izenzo zabapostile 9:15

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kodwa INKOSI yati kuye: Hamba; ngokuba lo eyimpahla enyuliweyo kum, yokupata igama lam pambi kwabaheyideni, nokumkani, nosapo luka‐Sirayeli

비교

Izenzo zabapostile 9:15 살펴보기

2

Izenzo zabapostile 9:4-5

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Waza ewile ngasemhlabeni weva ilizwi lisiti kuye: Saulusi, Saulusi! unditshutshisela nina? Wayesiti: Ungubanina, NKOSI? Yayisiti INKOSI: Mna ndingu‐Yesu, lowo umtshutshisayo: kunzima kuwe ukukaba ngasezihlabeni.

비교

Izenzo zabapostile 9:4-5 살펴보기

3

Izenzo zabapostile 9:17-18

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Wemka ke u‐Hananiya, waya wangena endlwini leyo; waza wabeka izandla pezu kwake, wati: Mzalwana Saulusi! INKOSI inditumile, kwa u‐Yesu owabonakala kuwe endleleni ubusiza ngayo, ukuze ubuye ubone, nokuba uzaliswe NGUMOYA OYINGCWELE. Kwandula kwa oko kwawa emehlweni ake zanga zinkwetu, waselekwamkela ukubona ke, wesuka wabapitizeshwa

비교

Izenzo zabapostile 9:17-18 살펴보기

Izenzo zabapostile 9: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트