YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

Izenzo zabapostile 3 - 인기 성경 구절

1

Izenzo zabapostile 3:19

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Gqobokani ngoko, niguquke, ukuba zicinywe izono zenu; ukuze kube kufika amaxesha onwabiso evela ebusweni BENKOSI

비교

Izenzo zabapostile 3:19 살펴보기

2

Izenzo zabapostile 3:6

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Wayesiti u‐Petrosi: Isilivere negolide aziko kum; kodwa oko endinako ndiyakupa kona: Egameni lika‐Yesu Kristu um‐Nazarete, suka uhambe.

비교

Izenzo zabapostile 3:6 살펴보기

3

Izenzo zabapostile 3:7-8

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Waza wayibamba ngesokunene isandla, wayisukisa: zasezisomelela inyawo zayo namaqata ayo kwa oko. Yaza isuka ngokutsiba yema yahamba, yangena kunye nabo etempileni, ihamba, itsiba, idumisa UTIXO.

비교

Izenzo zabapostile 3:7-8 살펴보기

4

Izenzo zabapostile 3:16

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Nangalo ukolo egameni lake, lomntu enimbonayo nenimaziyo igama lake limomelezile: ewe ukolo olungaye lamnika okukupila okufezekileyo pambi kwenu nonke.

비교

Izenzo zabapostile 3:16 살펴보기

Izenzo zabapostile 3: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트