YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

Izenzo zabapostile 20 - 인기 성경 구절

1

Izenzo zabapostile 20:35

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ndinibonisile zonke izinto, ukuba nisebenza ngokunjalo nifanele ukubaxasa abayimilwelwe, nokuwakumbula amazwi ENKOSI u‐Yesu, ukuba yena wati: Ukupa kutamsanqelekile ngapezu kwokwamkela.

비교

Izenzo zabapostile 20:35 살펴보기

2

Izenzo zabapostile 20:24

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Koko ndingakatali zezizinto nanye, kanjako andibali ubomi bam ngokuba bunqabile kum, ukuze ndifeze uhambo lwam ngovuyo, nobukonzi endabamkelayo KWINKOSI u‐Yesu, ukuba ndinqi̔nise ivangeli yofefe LUKATIXO.

비교

Izenzo zabapostile 20:24 살펴보기

3

Izenzo zabapostile 20:28

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Zilumkeleni ngoko, kwa nawo wonke umhlambi enimisiweyo abalindi kuwo NGUMOYA OYINGCWELE, ukuba niyaluse iṙemente KATIXO, ayizuzileyo ngelake igazi.

비교

Izenzo zabapostile 20:28 살펴보기

4

Izenzo zabapostile 20:32

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Nokwakaloku nje, bazalwana! ndiyanibekela KUTIXO nakwilizwi lofefe lwake, konamandla okunaka, nokunipa ilifa pakati kwabo bonke abenziwe ngcwele.

비교

Izenzo zabapostile 20:32 살펴보기

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트