YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

Izenzo zabapostile 11 - 인기 성경 구절

1

Izenzo zabapostile 11:26

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

owati akuba emfumene, wamzisa e‐Antiyoki. Kwaza kwati, bahlanganisana neṙemente umnyaka upela, bafundisa isihlwele esikulu: kanjako abadisipile baqala e‐Antiyoki ukubizwa ngegama laba‐Kristu.

비교

Izenzo zabapostile 11:26 살펴보기

2

Izenzo zabapostile 11:23-24

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

owati efikile nje, nofefe LUKATIXO elubonile, wavuya, wabayala bonke ukuba mabati ngemvume yentliziyo banamatele KWINKOSI. Ngokuba ebeyindoda elungileyo, ezele NGUMOYA OYINGCWELE nalukolo. Saza isihlwele esikulu songezelelwa KWINKOSI.

비교

Izenzo zabapostile 11:23-24 살펴보기

3

Izenzo zabapostile 11:17-18

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ukuba ngoko UTIXO wanika kubo isipo esilingana neso wasinika nakuti, bakukolwa KWINKOSI u‐Yesu Kristu, bendingubanina pofu mna, ukuba ndibe nako ukumalela UTIXO? Bati bakuva ezizinto bayeka, badumisa UTIXO, besiti: Kwa nje ke nakubo abaheyideni UTIXO ulunikile uguquko bube bubomi.

비교

Izenzo zabapostile 11:17-18 살펴보기

Izenzo zabapostile 11: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트