1
EYASENTLANGO 6:24-26
IBHAYIBHILE
XHO96
“Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa uNdikhoyo, akulondoloze. Wanga angayindlezane kuwe uNdikhoyo, usixhamle isisa sakhe. Wanga angakwazelelela uNdikhoyo, akwambathise uxolo.”
비교
EYASENTLANGO 6:24-26 살펴보기
2
EYASENTLANGO 6:27
Waza wathi ke uNdikhoyo: “Ukuba babiza igama lam bethamsanqela abantu bam amaSirayeli, nam ndiya kubathamsanqela.”
EYASENTLANGO 6:27 살펴보기
3
EYASENTLANGO 6:23
makayalele uAron noonyana bakhe ukuba bathamsanqele amaSirayeli benjenje
EYASENTLANGO 6:23 살펴보기