YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

EYASENTLANGO 22 - 인기 성경 구절

1

EYASENTLANGO 22:28

IBHAYIBHILE

XHO96

Kwesi sithuba ke uNdikhoyo wayenza ukuba ikwazi ukuthetha idonki leyo, yaza ke yathetha yathi kuBhalam: “Kodwa kodwa ndikwenze ntoni? Yintoni kanye ondibethela yona kwezi zihlandlo zozithathu?”

비교

EYASENTLANGO 22:28 살펴보기

2

EYASENTLANGO 22:31

IBHAYIBHILE

XHO96

UNdikhoyo ke wenza ukuba uBhalam asibone isithunywa eso sixabe endleleni siphethe ikrele. Akusibona ke, waziphosa phantsi ngobuso.

비교

EYASENTLANGO 22:31 살펴보기

3

EYASENTLANGO 22:32

IBHAYIBHILE

XHO96

Isithunywa sabuza sathi: “Ubuyibethela ntoni kangaka le donki yakho kude kube kathathu? Ndize kukunqanda, kuba uzifaka engozini ngolu hambo.

비교

EYASENTLANGO 22:32 살펴보기

4

EYASENTLANGO 22:30

IBHAYIBHILE

XHO96

Idonki yaphendula yabuza yathi: “Andithi na kanene ndiyidonki yakho, le yasoloko ikuthwala bonke ubomi bakho? Ke, kukangaphi ndikuphatha ngolu hlobo?” UBhalam waphendula wathi: “Zange nakanye.”

비교

EYASENTLANGO 22:30 살펴보기

5

EYASENTLANGO 22:29

IBHAYIBHILE

XHO96

UBhalam waphendula wathi: “Kungoba uyandibhanxa! Ndiswele nje ikrele, ngendikubulele.”

비교

EYASENTLANGO 22:29 살펴보기

6

EYASENTLANGO 22:27

IBHAYIBHILE

XHO96

Kwesi ke isihlandlo idonki ithe yakusibona isithunywa eso yalala phantsi. UBhalam wacaphuka, waza wayingena ngenduku idonki yakhe.

비교

EYASENTLANGO 22:27 살펴보기

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트