1
EYASENTLANGO 20:12
IBHAYIBHILE
XHO96
UNdikhoyo wabhekisa kuMosis noAron wathi: “Ngenxa yokungandithembi nokungandiniki imbeko phambi kwamaSirayeli, anisayi kulikhokela eli bandla nilingenise kwelo lizwe ndalithembisa lona.”
비교
EYASENTLANGO 20:12 살펴보기
2
EYASENTLANGO 20:8
“Thatha intonga ephambi kwetyesi yomnqophiso, uze wena nomntakwenu uAron nilihlanganise ibandla, uze ke uthethe neliwa bejongile. Kothi kumpompoze amanzi kulo, baze abantu nemfuyo yabo basele.”
EYASENTLANGO 20:8 살펴보기
3
EYASENTLANGO 20:11
UMosis wayiphakamsa intonga, walibetha kabini iliwa elo, kwaza ke kwampompoza amanzi, abantu ndawonye nemfuyo basela.
EYASENTLANGO 20:11 살펴보기
4
EYASENTLANGO 20:10
Yena noAron bawaqokelela onke amaSirayeli apho phambi kweliwa, waza wathi uMosis: “Phulaphulani, nina baqhankqalazi! Ngaba nifuna sikhuphe amanzi kweli liwa?”
EYASENTLANGO 20:10 살펴보기