1
EYASENTLANGO 12:8
IBHAYIBHILE
XHO96
Ngoko ke yena ndithetha naye ubuso ngobuso, hayi ngezangotshe. Ewe, mna ngokwam ndiyazibonakalisa kuye. Hee! Ngani ke ukuba ningoyiki ukuthetha kakubi ngesicaka sam uMosis?”
비교
EYASENTLANGO 12:8 살펴보기
2
EYASENTLANGO 12:3
Lo mfo unguMosis ke wayelilulama, kungekho mntu ufika kuye ngokuthoba ehlabathini liphela.)
EYASENTLANGO 12:3 살펴보기
3
EYASENTLANGO 12:6
uNdikhoyo wathi: “Phulaphulan' apha! *Kumshumayeli onokubakho phakathi kwenu ndizibonakalisa ngemibono, ndithethe naye ngamaphupha.
EYASENTLANGO 12:6 살펴보기
4
EYASENTLANGO 12:7
Akunjalo ke kodwa kwisicaka sam uMosis; yena lithenjwa kwindlu yam iphela.
EYASENTLANGO 12:7 살펴보기