YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

EYONQULO 10 - 인기 성경 구절

1

EYONQULO 10:1

IBHAYIBHILE

XHO96

UNadabhi noAbhihu, oonyana baka-Aron, elowo wathatha umcephe wakhe wamalahle, wagalela amalahle, wafaka nentlaka yesiqhumiso, bazisa phambi *koNdikhoyo. Kambe ke loo mlilo wabo wawunxamnye nomyalelo kaNdikhoyo.

비교

EYONQULO 10:1 살펴보기

2

EYONQULO 10:3

IBHAYIBHILE

XHO96

UMosis ke uthe kuAron: “Nantso ke into eyayixelwa nguNdikhoyo ngokuya wayesithi: ‘Kufuneka bandihlonele bonke abasondelayo kum; abantu bam ndobabonisa isihomo nesithozela sam.’ ” Yena uAron wasuka wathula tu.

비교

EYONQULO 10:3 살펴보기

3

EYONQULO 10:2

IBHAYIBHILE

XHO96

Kusuke kwaphuma umlilo kuNdikhoyo owabatshisela khona apho, bafela apho phambi koNdikhoyo.

비교

EYONQULO 10:2 살펴보기

EYONQULO 10: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트