YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

KWABASEROMA 9 - 인기 성경 구절

1

KWABASEROMA 9:16

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ngoko ke asikokothandayo, kanjalo asikokobalekayo; kokukaThixo onenceba.

비교

KWABASEROMA 9:16 살펴보기

2

KWABASEROMA 9:15

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Nakanye! Kuba esithi kuMoses, Ndiya kuba nenceba kosukuba ndinenceba kuye, ndibe netarhu kosukuba ndinetarhu kuye.

비교

KWABASEROMA 9:15 살펴보기

3

KWABASEROMA 9:20

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ehla ke, mntundini! Ùngubani na wena, ukuba uphendulane noThixo? Into exonxiweyo ingátsho na kumxonxi wayo ukuthi, Yini na ukuba undenjenje ukundenza?

비교

KWABASEROMA 9:20 살펴보기

4

KWABASEROMA 9:18

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ngoko ke únenceba kwathanda ukumenzela inceba, athi ke athandayo amenze lukhuni.

비교

KWABASEROMA 9:18 살펴보기

5

KWABASEROMA 9:21

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Khona akanagunya na umbumbi wodongwe ukwenza, ngadongwe lwambumba-nye, esinye isitya sibe sesembeko, nesinye sibe sesingesambeko?

비교

KWABASEROMA 9:21 살펴보기

KWABASEROMA 9: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트