1
KWABASEFILIPI 1:6
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
ekubeni ndikholose ngayo le nto, yokuba lowo wawuqalayo ngaphakathi kwenu umsebenzi olungileyo, wowufeza, ide ibe yiloo mini kaYesu Kristu
비교
KWABASEFILIPI 1:6 살펴보기
2
KWABASEFILIPI 1:9-10
Nako oku ndiya kuthandazela, ukuba uthando lwenu lube kukhona luphuphuma ngokuphuphuma ukwazi okukhulu, nako konke ukuqonda, ukuze nizicikide izinto eziziincamisa, ukuze nibe nokusulungeka, ningabi nasiwo, nide nise kwimini kaKristu
KWABASEFILIPI 1:9-10 살펴보기
3
KWABASEFILIPI 1:21
Kuba kum mna, ukudla ubomi kunguKristu, ukufa kuyinzuzo.
KWABASEFILIPI 1:21 살펴보기
4
KWABASEFILIPI 1:3
Ndihlala ndibulela kuye uThixo wam, ekunikhumbuleni kwam konke
KWABASEFILIPI 1:3 살펴보기
5
KWABASEFILIPI 1:27
Kodwa ke ukuhlala kwenu makube kokuzifaneleyo iindaba ezilungileyo zikaKristu, ukuze, nokuba ndifikile ndanibona, nokuba andifikanga, ndizive iindaba zenu, ukuba nimi moyeni mnye, ngamphefumlo mnye, nilwela inkolo yeendaba ezilungileyo
KWABASEFILIPI 1:27 살펴보기
6
KWABASEFILIPI 1:20
kuye ngokulangazelela nangokuthemba kwam, ukuba andiyi kudaniswa nganto; úya kusuka ngako konke ukungafihlisi, njengokwamaxesha onke, athi nangoku enziwe mkhulu uKristu emzimbeni wam, nokuba na kungobomi, nokuba kungokufa.
KWABASEFILIPI 1:20 살펴보기
7
KWABASEFILIPI 1:29
Ngokuba nábabalwa ukuthi, ngenxa kaKristu, ninganeli kukholwa kuye; nábabalwa nokuva ubunzima ngenxa yakhe
KWABASEFILIPI 1:29 살펴보기