YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

UYOHANE 20 - 인기 성경 구절

1

UYOHANE 20:21-22

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Waphinda ngoko uYesu wathi kubo, Uxolo malube nani; njengokuba uBawo endithumile mna, nam ndiyanithuma nina. Akutsho wabaphefumlela, wathi kubo, Yamkelani uMoya oyiNgcwele

비교

UYOHANE 20:21-22 살펴보기

2

UYOHANE 20:29

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Athi uYesu kuye, Ngokuba undibonile, Tomas, ukholiwe. Banoyolo abo bangabonanga, bakholwa noko.

비교

UYOHANE 20:29 살펴보기

3

UYOHANE 20:27-28

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Andule athi kuTomas, Ethe apha umnwe wakho, uzibone izandla zam; ethe isandla sakho, usifake ecaleni lam; musa ukuba ngongakholwayo, yiba ngokholwayo. Uphendule uTomas, wathi kuye, Nkosi yam, Thixo wam!

비교

UYOHANE 20:27-28 살펴보기

UYOHANE 20: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트