YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

UYOHANE 17 - 인기 성경 구절

1

UYOHANE 17:17

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Bangcwalise ngayo inyaniso yakho; ilizwi lakho liyinyaniso.

비교

UYOHANE 17:17 살펴보기

2

UYOHANE 17:3

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Bubo ke obu ubomi obungunaphakade, ukuba mabakwazi, wena ukuphela koThixo oyinyaniso, naye uYesu Kristu omthumileyo.

비교

UYOHANE 17:3 살펴보기

3

UYOHANE 17:20-21

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Andiceleli ke aba bodwa, ndicelela nabo baya kukholwa kum ngelizwi labo; ukuze bonke babe banye; njengokuba wena, Bawo, ukum, mna ndikuwe, ukuze nabo babe banye kuthi; ukuze ihlabathi likholwe ukuba wena wandithuma.

비교

UYOHANE 17:20-21 살펴보기

4

UYOHANE 17:15

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Andiceli ukuba ubasuse ehlabathini; ndicela ukuba ubagcine kuyo inkohlakalo.

비교

UYOHANE 17:15 살펴보기

5

UYOHANE 17:22-23

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Uzuko owandinika lona, ndilunike bona; ukuze babe banye, njengokuba thina sibanye; mna ndikubo, wena ukum, ukuze babe ngabazalisekileyo ntweninye; ukuze liqonde ihlabathi ukuba wena undithumile, wabathanda, njengokuba wandithandayo nam.

비교

UYOHANE 17:22-23 살펴보기

UYOHANE 17: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트