YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

UYOHANE 11 - 인기 성경 구절

1

UYOHANE 11:25-26

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wathi uYesu kuye, Ndim uvuko, ndim ubomi; lowo ukholwayo kum, nokuba ubethé wafa, wodla ubomi. Bonke abadla ubomi bekholwa kum, abasayi kufa naphakade; ùyakholwa na koko?

비교

UYOHANE 11:25-26 살펴보기

2

UYOHANE 11:40

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Athi uYesu kuye, Anditshongo na kuwe ukuthi, Ukuba uthe wakholwa, wolubona uzuko lukaThixo?

비교

UYOHANE 11:40 살펴보기

3

UYOHANE 11:35

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Bathi kuye, Nkosi, yiza ubone. UYesu walila.

비교

UYOHANE 11:35 살펴보기

4

UYOHANE 11:4

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Evile ke uYesu wathi, Esi sifo asiyelele kufeni; singenxa yozuko lukaThixo, ukuze uNyana kaThixo azukiswe ngaso.

비교

UYOHANE 11:4 살펴보기

5

UYOHANE 11:43-44

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Etshilo ke, wadanduluka ngezwi elikhulu, wathi, Lazaro, phuma. Waphuma ofileyo, ebotshiwe iinyawo nezandla ngezithandelo, nobuso bakhe bujikelwe ngeqhiya. Athi kubo uYesu, Mkhululeni, nimyeke ahambe.

비교

UYOHANE 11:43-44 살펴보기

6

UYOHANE 11:38

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Abuye ke uYesu afutheke ngaphakathi kwakhe, eze engcwabeni. Laye ke lingumqolomba, kubekwe ilitye kuwo.

비교

UYOHANE 11:38 살펴보기

7

UYOHANE 11:11

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wazithetha ezi zinto; aze emveni koko athi kubo, ULazaro, umhlobo wethu, ulele; ndiyaya ukuba ndimvuse.

비교

UYOHANE 11:11 살펴보기

UYOHANE 11: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트