1
KUMAGALATI 6:9
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ke ekwenzeni okulungileyo masingethi amandla; kuba sovuna ngexesha elililo, ukuba asityhafi.
비교
KUMAGALATI 6:9 살펴보기
2
KUMAGALATI 6:10
Njengoko singáthi sibe nethuba, masisebenze okulungileyo kubo bonke, ngokukodwa ke kwabendlu yokholo.
KUMAGALATI 6:10 살펴보기
3
KUMAGALATI 6:2
Thwalisanani ubunzima, ize ngokunjalo niwuzalise umthetho kaKristu
KUMAGALATI 6:2 살펴보기
4
KUMAGALATI 6:7
Musani ukulahlekiswa; uThixo yena asingowokuhlekisa. Kuba into athe wahlwayela yona umntu, wovuna kwayona
KUMAGALATI 6:7 살펴보기
5
KUMAGALATI 6:8
ngokuba lowo uhlwayelela eyakhe inyama, wovuna ukonakala ngokwasenyameni; lowo uhlwayelela uMoya ke, wovuna ubomi obungunaphakade ngokwaseMoyeni.
KUMAGALATI 6:8 살펴보기
6
KUMAGALATI 6:1
Bazalwana, ukuba umntu uthe waqutyulwa nokuqutyulwa sisiphoso esithile, nina bangaboMoya, mlulekeni onjalo ninomoya wobulali; uzilumkela ukuba ungàhendwa nawe.
KUMAGALATI 6:1 살펴보기
7
KUMAGALATI 6:3-5
kuba umntu, ukuba uba uyinto, engento, uyazikhohlisa. Elowo ke makawucikide owakhe umsebenzi, wayeya kwandula ukuba neqhayiya ngokwakhe yedwa, angabi nalo ngomnye; kuba elowo uya kuwuthwala owakhe umthwalo.
KUMAGALATI 6:3-5 살펴보기