1
KUMAGALATI 3:13
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
UKristu wasithenga, wasikhulula esiqalekisweni somthetho, ngokwenziwa isiqalekiso ngenxa yethu (kuba kubhaliwe kwathiwa, Uqalekisiwe wonke umntu oxhonywe emthini)
비교
KUMAGALATI 3:13 살펴보기
2
KUMAGALATI 3:28
Akusekho mYuda namGrike; akusekho khoboka nakhululekileyo; akusekho ndoda nankazana; kuba nina nonke nimntu mnye, nikuKristu Yesu.
KUMAGALATI 3:28 살펴보기
3
KUMAGALATI 3:29
Ukuba ke nina ningabakaKristu, niyimbewu ka-Abraham ngoko, neendlalifa ngokwedinga.
KUMAGALATI 3:29 살펴보기
4
KUMAGALATI 3:14
ukuze intsikelelo ka-Abraham ibe sezintlangeni ngoKristu Yesu, ukuze idinga loMoya silamkele ngalo ukholo.
KUMAGALATI 3:14 살펴보기
5
KUMAGALATI 3:11
Okokuba ke akukho namnye ugwetyelwayo ngomthetho kuye uThixo, kuyabonakala; ngokuba lowo ùlilungisa, uya kudla ubomi obuphuma elukholweni.
KUMAGALATI 3:11 살펴보기