1
KUMAGALATI 1:10
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Kuba ngoku ndithomalalisa abantu, ndithomalalisa uThixo, kusini na? Ndifuna ukukholisa abantu na? Ukuba ndingaba ndisakholisa abantu, ndingaba andingumkhonzi kaKristu.
비교
KUMAGALATI 1:10 살펴보기
2
KUMAGALATI 1:8
Ke, nokokuba sisuke thina aba, nokokuba sisuke isithunywa sasezulwini sanishumayeza iindaba ezilungileyo ezinxamnye nezo sanishumayezayo, masisingelwe phantsi.
KUMAGALATI 1:8 살펴보기
3
KUMAGALATI 1:3-4
Makube lubabalo kuni, noxolo oluvela kuThixo uYise, neNkosi yethu uYesu Kristu; owazinikelayo ngenxa yezono zethu, ukuze asinyothule kwiphakade eli langoku lingendawo, ngokokuthanda kukaThixo uBawo wethu.
KUMAGALATI 1:3-4 살펴보기