1
KWABASE-EFESE 2:10
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Kuba thina singumsebenzi wakhe, sídalelwe kuKristu Yesu, ukuze senze imisebenzi elungileyo, awayilungisayo uThixo ngenxa engaphambili, ukuze sihambe kuyo.
비교
KWABASE-EFESE 2:10 살펴보기
2
KWABASE-EFESE 2:8-9
Kuba nisindiswe ngokubabalwa nangalo ukholo; nako oko kungaphumi kuni, kusisipho sikaThixo; akuphumi misebenzini, hleze kubekho bani uqhayisayo.
KWABASE-EFESE 2:8-9 살펴보기
3
KWABASE-EFESE 2:4-5
Ke uThixo, esisityebi nje ngenceba, uthe ngenxa yothando lwakhe olukhulu, awasithanda ngalo, thina sifile nje ziziphoso, wasidlisa ubomi ndawonye noKristu (nisindiswé ngokubabalwa)
KWABASE-EFESE 2:4-5 살펴보기
4
KWABASE-EFESE 2:6
wasivusa naye, wasihlalisa naye kwezasemazulwini iindawo, sikuKristu Yesu
KWABASE-EFESE 2:6 살펴보기
5
KWABASE-EFESE 2:19-20
Ngoko ke anisengabasemzini nabaphambukeli; ningamakhaya kubo abangcwele, ningabendlu kaThixo, nakhelwe phezu kwelitye lesiseko sabapostile• nabaprofeti, inguYesu Kristu ngokwakhe ilitye lembombo
KWABASE-EFESE 2:19-20 살펴보기