1
KWABASEKOLOSE 4:6
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ukuthetha kwenu makuhlale kumnandi, kuvakalisiwe ngetyuwa, ukuze nazi ukuba nimelwe kukuthini na ukuphendula bonke ngabanye.
비교
KWABASEKOLOSE 4:6 살펴보기
2
KWABASEKOLOSE 4:2
Zingisani ukuthandaza, niphaphamile kuko, ninombulelo
KWABASEKOLOSE 4:2 살펴보기
3
KWABASEKOLOSE 4:5
Hambani ngobulumko ngakwabo bangaphandle, nilonga ixesha eli.
KWABASEKOLOSE 4:5 살펴보기