1
IZENZO 22:16
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Nakaloku ùsalibele yini na? Suk' ume, ubhaptizwe, uhlambulule izono zakho, unqula igama leNkosi.
비교
IZENZO 22:16 살펴보기
2
IZENZO 22:14
Wathi ke yena, UThixo woobawo bethu ukumisile wena ukuba ukwazi ukuthanda kwakhe, umbone lowo uliLungisa, uve ilizwi eliphuma emlonyeni wakhe
IZENZO 22:14 살펴보기
3
IZENZO 22:15
ngokuba ùya kuba lingqina lakhe kubo bonke abantu, lezinto ozibonileyo nozivileyo.
IZENZO 22:15 살펴보기