YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

IZENZO 17 - 인기 성경 구절

1

IZENZO 17:27

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

ukuze bayifune iNkosi, ukuba kambe bangáphuthaphutha bayifumane, nakuba ingekude kuthi sonke ngabanye.

비교

IZENZO 17:27 살펴보기

2

IZENZO 17:26

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kanjalo wazenza ngagazi-nye zonke iintlanga zabantu, ukuba zime phezu kwawo wonke umhlaba, emisa amaxesha abekwe ngenxa engaphambili, nemida yokuma kwazo

비교

IZENZO 17:26 살펴보기

3

IZENZO 17:24

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

UThixo yena, owenza ihlabathi neento zonke ezikulo, lowo, eyiNkosi nje yezulu nomhlaba, akahlali zitempileni zenziwe ngazandla.

비교

IZENZO 17:24 살펴보기

4

IZENZO 17:31

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

ngokokuba emise umhla, aza kuligweba ngawo elimiweyo ngobulungisa, ngendoda awayimisayo, ebanike bonke ukholo ngokuyivusa kwabafileyo.

비교

IZENZO 17:31 살펴보기

5

IZENZO 17:29

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Siyinzala kaThixo nje ke, akusifanele ukuba sibe ubuthixo obu bufana negolide nesilivere nelitye, into eqingqwe ngobungcibi nangengcinga yomntu.

비교

IZENZO 17:29 살펴보기

IZENZO 17: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트