YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

IZENZO 13 - 인기 성경 구절

1

IZENZO 13:2-3

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Bakubon' ukuba ke bayabusa eNkosini, bezila ukudla, wathi uMoya oyiNgcwele, Ndahluleleni ke uBharnabhas kwanoSawule, baye emsebenzini endibabizele kuwo. Bathe ke, bakuba bezilé ukudla, bathandaza, babeka nezandla phezu kwabo, babandulula.

비교

IZENZO 13:2-3 살펴보기

2

IZENZO 13:39

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

nakuzo zonke izinto ebeningenako ukugwetyelwa nikhululeke kuzo ngomthetho kaMoses, bonke abakholwayo bayagwetyelwa ngaye yena lowo.

비교

IZENZO 13:39 살펴보기

3

IZENZO 13:47

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kuba isiwisele umthetho ngokunjalo iNkosi, yathi, Ndikubekile ukuba ube lukhanyiselo lweentlanga, Ukuze ube ngowosindiso, kude kuse ekupheleni kwehlabathi. ()

비교

IZENZO 13:47 살펴보기

IZENZO 13: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트