1
IZENZO 10:34-35
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ke kaloku uPetros wawuvula umlomo wakhe wathi, Ndiyaqiqa okwenyaniso ukuba uThixo akamkhethi wabuso bamntu; kwiintlanga zonke, lowo umoyikayo, asebenze ubulungisa, wamkelekile kuye.
비교
IZENZO 10:34-35 살펴보기
2
IZENZO 10:43
Bonke abaprofeti bayamngqinela yena lo, ukuba, ngegama lakhe, bamkeliswa uxolelo lwezono bonke abakholwayo kuye.
IZENZO 10:43 살펴보기