YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

KWABASEKORINTE II 9 - 인기 성경 구절

1

KWABASEKORINTE II 9:8

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Unako ke uThixo ukuphuphumisela kuni ubabalo lonke, ukuze nithi, nihlala ninako nje ukwanela konke ngeendawo zonke, niphuphumele emsebenzini wonke olungileyo

비교

KWABASEKORINTE II 9:8 살펴보기

2

KWABASEKORINTE II 9:7

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Elowo makanike njengoko agqibe ngako entliziyweni; makungabi kokuphuma kabuhlungu, nangokunyanzelwa; kuba uThixo uthanda umphi ochwayithileyo.

비교

KWABASEKORINTE II 9:7 살펴보기

3

KWABASEKORINTE II 9:6

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Qondani ke le nto: Lowo uhlwayela ngokuvimba wovuna kwangokuvimba; nalowo uhlwayela ngesisa wovuna kwangesisa.

비교

KWABASEKORINTE II 9:6 살펴보기

4

KWABASEKORINTE II 9:10-11

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wanga ke angathi, ompha imbewu umhlwayeli, nesonka sokudliwa, aniphe ayandise imbewu yenu, ahlumise isiqhamo sobulungisa benu; nithi ngeendawo zonke nityetyiselwe ekunyaniseni konke, kona kusebenzayo ngathi umbulelo kuThixo.

비교

KWABASEKORINTE II 9:10-11 살펴보기

5

KWABASEKORINTE II 9:15

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Makubulelwe ke kuThixo ngenxa yesipho sakhe singenambali.

비교

KWABASEKORINTE II 9:15 살펴보기

KWABASEKORINTE II 9: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트