1
KWABASEKORINTE II 11:14-15
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ke àkummangaliso oko, kuba noSathana ngokwakhe uzimilisa okwesithunywa sokukhanya. Akunto inkulu ke ngoko, ukuba abalungiseleli bakhe bazimilise okwabalungiseleli bobulungisa; abasiphelo siya kuba ngokwemisebenzi yabo.
비교
KWABASEKORINTE II 11:14-15 살펴보기
2
KWABASEKORINTE II 11:3
Ndiyoyika ke, hleze kuthi, njengokuba inyoka yamlukuhlayo uEva ngobuqhetseba bayo, zonakaliswe ngokunjalo nani iingqiqo zenu, zimke ekunyaniseni kuye uKristu.
KWABASEKORINTE II 11:3 살펴보기
3
KWABASEKORINTE II 11:30
Ukuba ndimelwe kukuqhayisa, ndoqhayisa ngezinto zokuswela amandla kwam.
KWABASEKORINTE II 11:30 살펴보기