YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

KUTIMOTI I 3 - 인기 성경 구절

1

KUTIMOTI I 3:16

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kananjalo, ngokuvunyiweyo, inkulu imfihlelo yona leyo yokuhlonela uThixo: lowo wàbonakalaliswa esenyameni, wagwetyelwa esemoyeni, wabonakala kwizithunywa zezulu, wavakaliswa phakathi kweentlanga, kwakholwa kuye ehlabathini, wenyuswa waba sebuqaqawulini.

비교

KUTIMOTI I 3:16 살펴보기

2

KUTIMOTI I 3:2

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Umveleli ngoko umelwe kukuthi abe ngongenakukhalazelwa, eyindoda yamfazi mnye, eyingcathu, enesidima, ezibekile, ebuka iindwendwe, enokufundisa

비교

KUTIMOTI I 3:2 살펴보기

3

KUTIMOTI I 3:4

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

eyongamele kakuhle eyakhe indlu, abantwana bakhe bemthobele, benokundileka konke

비교

KUTIMOTI I 3:4 살펴보기

4

KUTIMOTI I 3:12-13

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Abalungiseleli mababe ngamadoda abafazi ngabanye, besongamela kakuhle abantwana nezindlu ezizezabo. Kuba abo balungiselele kakuhle, bazizuzela isimo esihle, nokungafihlisi okukhulu ekukholweni, okukuKristu Yesu.

비교

KUTIMOTI I 3:12-13 살펴보기

KUTIMOTI I 3: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트